14. Intloko yeziko— (a) mayizuze ubugcisa bengcombolo nonxibelelwano ize ibusebenzise ngendlela— (i) eyenza ukuba inkonzo eyenziwayo ingabi ziindleko; (ii) eqinisekisa ukusebenzisana kobuxhakaxhaka bengcombolo nobu- xhakaxhaka bengcombolo bamanye amaziko ukuphucula umgangatho wenkonzo enikezelwayo; (iii) ephelisa ukuphindwa okungeyomfuneko kobugcisa bengcombolo nonxibelelwano eburhulumenteni; kwaye (iv) neqinisekisa ukukhuseleka kobuxhakaxhaka bayo bengcombolo; (b) mayibusebenzise ubugcisa bengcombolo nonxibelelwano ukuphucula nokunyusa umgangatho wokunikezelwa kweenkonzo zayo eburhulumenteni; elungelelanisa ukusetyenziswa kobugcisa bengcombolo nonxibelelwano ngabasebenzi ukuze kunikezelwe iinkonzo ngeyona ndlela; (c) (d) nekhuthaza ukufunyanwa kweenkonzo zikarhulumente ngokusetyenziswa kobugcisa bengcombolo nonxibelelwano. ISAHLUKO 6 5 10 15 20 25 30 35 40 IMIGAQO YOKUZIPHATHA, INTEMBEKO NOLUNGISO-SIMILO IZiko Lemigaqo Yokusebenza Eburhulumenteni Nokuncedisa Kwintembeko Nolungiso-similo 15. (1) Ngokwenjenje kusekwa iZiko Lemigaqo Yokuziphatha Eburhulumenteni, 45 Nentembeko, Noncedo Kulungiso-similo. (2) Indlela eliza kuma ngayo eli Ziko mayigqitywe ngokwemithetho yepalamente. (3) Intloko yeli Ziko nabo bonke abasebenzi balo mabaqeshwe ngokwePublic Service Act. (4) Eli Ziko linale misebenzi ilandelayo: 50 18 No. 38374 Act No. 11 of 2014 GOVERNMENT GAZETTE, 22 December 2014 Public Administration Management Act, 2014 18 (c) (b) (a) To provide technical assistance and support to institutions in all spheres of government regarding the management of ethics, integrity and disciplinary matters relating to misconduct in the public administration; to develop the norms and standards on integrity, ethics, conduct and discipline in the public administration; to build capacity within institutions to initiate and institute disciplinary proceedings into misconduct; to strengthen government oversight of ethics, integrity and discipline, and where necessary, in cases where systemic weaknesses are identified, to intervene; to promote and enhance good ethics and integrity within the public administration; and to cooperate with other institutions and organs of state to fulfill its functions under this section. (d) (e) (f) (5) (a) When an institution discovers an act of corruption, such corruption must immediately be reported to the police for investigation in terms of any applicable law, including the Prevention and Combating of Corrupt Activities Act, 2004 (Act No. 12 of 2004). (b) Issues of misconduct emanating from criminal investigations must be reported to the Unit and the relevant head of institution for initiation and institution of disciplinary proceedings. (6) (a) Notwitstanding subsection (5)(b), every institution has the responsibility to ensure that it deals with matters relating to misconduct without undue delay. (b) The head of the institution must report to the Unit on steps taken in respect of subsection (5)(b). (7) The Unit may perform its functions in subsection (4) in respect of— (a) a national department or national government component, in consultation with the executive authority of such department or component, or upon the request of the relevant executive authority; (c) (b) an Office of the Premier, provincial department or provincial government component with the concurrence of the Premier, or upon the request of the relevant Premier; and a municipality with the concurrence of the Municipal Council or upon the request of the relevant Municipal Council, or upon the request of the relevant Member of the Executive Council in respect of an investigation contemplated in section 106(5) of the Municipal Systems Act, 2000 (Act No. 32 of 2000). (8) The Minister must report to Parliament twice a year on the activities of the Unit. CHAPTER 7 NORMS AND STANDARDS Minimum norms and standards 16. (1) The Minister may prescribe minimum norms and standards regarding— (a) the promotion of values and principles referred to in section 195(1) of the Constitution; information and communication technologies in the public administration; integrity, ethics and discipline; the disclosure of financial interests; (b) capacity development and training; (c) (d) (e) (f) measures to improve the effectiveness and efficiency of institutions; (g) disclosure of information relating to pending disciplinary action and concluded disciplinary proceedings where the employee was found guilty; and (h) any other matter necessary to give effect to the administration or implemen- tation of this Act. (2) The Minister must prescribe minimum norms and standards in terms of subsection (1)(a) in consultation with the relevant executive authority. 5 10 15 20 25 30 35 40 45 50 55 GOVERNMENT GAZETTE, 22 December 2014 Umthetho Wokulawulwa Koburhulumente, ka-2014 No. 38374 19 Ino. 11 Ka 2014 19 (a) ukuncedisa kuwo onke amanqwanqwa karhulumente mayela nemigaqo yokuziphatha, intembeko nemicimbi yolungiso-similo eburhulumenteni; (b) ukuphucula imilinganiselo nentembeko, imigaqo yokuziphatha, nolungiso- similo eburhulumenteni; (c) kukwenza ukuba kukwazeke ngaphakathi kumaziko ukuqalisa iinkqubo 5 zolungiso-similo kwabonileyo; (d) kukomeleza imigaqo yokuziphatha ekumbeken’ esweni urhulumente, intembeko nolungiso-similo, apho kuyimfuneko khona nalapho kubonakala ubuthathaka khona; (e) kukukhuthaza imigaqo emihle yokuziphatha nentembeko eburhulumenteni; 10 (f) kwaye nokusebenzisana namanye amaziko namacandelo karhulumente ukufezekisa imisebenzi yabo engokwesi siqendu. (5) (a) Xa iziko libhaqa isenzo sorhwaphilizo, olo rhwaphiliso malubikwe ngoko nangoko emapoliseni ukuze luphandwe ngokomthetho osebenza kwimeko enjalo, kuquka nePrevention and Combating of Corrupt Activities Act, 2004 (Act No. 12 of 2004). (b) Ukona okutyhileke ngenxa yokuphandwa kolwaphulo-mthetho makubikwe kwiZiko nakwintloko efanelekileyo yeziko ukuze kuqaliswe inkqubo yolungiso-similo. (6) (a) Nangona sisitsho oku esikutshoyo isiqendu 5(b), iziko ngalinye limele liqinisekise ukuba liyisingatha imicimbi yokona ngaphandle kokuphozisa amaseko. (b) Intloko yeziko mayenze ingxelo kwiZiko ngamanyathelo athatyathiweyo amayela nesiqendwana (5)(b). (7) IZiko linokuyenza imisebenzi yalo ekwisiqendwana (4)— (a) xa kulisebe lezwelonke okanye inxalenye karhulumente wezwelonke, linokuyenza ngokubonisana negunya eliphetheyo lelo sebe okanye inxalenye, okanye linokuyenza lisakucelwa ligunya eliphezulu elichaphazelekayo; (b) xa kuyiOfisi yeNkulumbuso, okanye yesebe lephondo okanye yenxalenye linokuyenza ngokuvumelana neNkulumbuso, karhulumente wephondo, okanye lisakucelwa yiNkulumbuso; kuze kuthi (c) xa kungumasipala, linokuyenza ngokuvumelana neBhunga likaMasipala okanye lisakucelwa liBhunga likaMasipala elichaphazelekayo, okanye lisakucelwa ngumphathiswa wephondo ochaphazelekayo, xa kumayela nophando oluxelwe kwisiqendu 106(5) seMunicipal Systems Act, 2000 (Act No. 32 of 2000). 15 20 25 30 (8) UMphathiswa makenz’ ingxelo ePalamente kabini ngonyaka ngezinto ezenziwe 35 liZiko. ISAHLUKO 7 IMILINGANISELO Imilinganiselo eyeyona iphantsi emayifikelelwe 16. (1) UMphathiswa usengabeka imilinganiselo eyeyona iphantsi emayifikelelwe— (a) ngokukhuthazwa kwemigaqo ekuthethwe ngayo kwisiqendu 195(1) soMgaqo-siseko; (b) ngokuphuculwa nokuqeqeshwa kwabasebenzi; (c) ngobugcisa bengcombolo nonxibelelwano eburhulumenteni; (d) ngentembeko, imigaqo yokuziphatha nolungiso-similo; (e) ngokudizwa kwezinto ezincwaswe ngumntu ngokwasemalini; (f) ngamanyathelo okuphucula ukusebenza ngempumelelo nangokutyibilikayo kwamaziko; (g) ngokudizwa kwengcombolo engenyathelo elingekathathwa lolungiso-similo neenkqubo zolungiso-similo esezigqityiwe xa umqeshwa efunyaniswe enetyala; kwaye (h) nangawo nawuphi na omnye umcimbi oyimfuneko ukuze kuphunyezwe ukusebenza kwalo Mthetho. (2) UMphathiswa makaxele imilinganiselo eyeyona iphantsi enokufikelelwa ngokwesiqendwana (1)(a) ngokubonisana negunya eliphezulu elichaphazelekayo. 40 45 50 20 No. 38374 Act No. 11 of 2014 GOVERNMENT GAZETTE, 22 December 2014 Public Administration Management Act, 2014 20 CHAPTER 8 COMPLIANCE WITH MINIMUM NORMS AND STANDARDS IN PUBLIC ADMINISTRATION Office of Standards and Compliance 17. (1) The Office of Standards and Compliance is hereby established. (2) The organisational form of the Office must be determined in terms of applicable 5 legislation. (3) The head of the Office and all its personnel must be appointed in terms of the Public Service Act. (4) The functions of the Office are to— (a) evaluate the appropriateness of norms and standards and their basis of measurement as determined by institutions in relation to public administration and management; (c) (b) promote and monitor compliance with minimum norms and standards determined by the Minister in relation to public administration management; advise the Minister on the execution of his or her duties with regard to— (i) the determination of minimum norms and standards contemplated in section 16; and 10 15 (ii) enforcing compliance with the minimum norms and standards; (d) conduct capacity and functionality audits of skills, systems, processes and 20 advise on capacity building initiatives; (e) develop and implement an early warning system to detect public administra- (f) tion non-compliance; and report in writing— (i) at least once every quarter to the Minister on the performance of the Office’s functions; and (ii) as directed by the Minister on the progress made in the investigation and finalisation of matters brought before the Office. (5) Every head of an institution must cooperate with the Office in the performance of its functions and ensure that the employees in the institution do so. (6) The objects of the Office are to ensure compliance with the minimum norms and standards set by the Minister in section 16, taking into account that the spheres of government are distinctive, inter-dependent and interrelated, by— (a) monitoring compliance by institutions with the minimum norms and standards in the public administration; (b) submitting a report to the Minister and the relevant head of institution; (c) directing in that report, if necessary, steps to be taken by the head of institution to comply with the applicable minimum norms and standards and assisting the institution in taking those steps; reporting to the Minister at least once a year or at the request of the Minister on the performance of the Office’s functions, the effectiveness of the minimum norms and standards, or any other matter related to the Office’s functions which may be requested by the Minister; and (d) (e) performing any other prescribed role in the promotion, monitoring and enforcement of the minimum norms and standards. (7) The Minister must prescribe the powers of the Office and its members including those necessary to achieve the objects referred to in subsection (6). 25 30 35 40 45 GOVERNMENT GAZETTE, 22 December 2014 Umthetho Wokulawulwa Koburhulumente, ka-2014 No. 38374 21 Ino. 11 Ka 2014 21 ISAHLUKO 8 UKUSEBENZA NGOKWEMILINGANISELO EYEYONA IPHANTSI EMAYIFIKELELWE EBURHULUMENTENI IOfisi Yemilinganiselo Nokugcinwa Kwayo 17. (1) Ngokwenjenje kusekwa iOfisi Yemilinganiselo Nokugcinwa Kwayo. (2) Ubume bale Ofisi mabugqitywe ngokwemithetho yepalamente esebenza kule 5 meko. (3) Intloko yale Ofisi nabo bonke abasebenzi bayo mabaqeshwe ngokwePublic Service Act. (4) Imisebenzi yale Ofisi— (a) kukuphonononga ukufaneleka kwemilinganiselo nesiseko sayo njengoko igqitywe ngamaziko ngokumayela noburhulumente nokuphathwa kwabo; (b) kukukhuthaza nokukubek’ esweni ukugcinwa kwemilinganiselo eyeyona iphantsi emayifikelelwe egqitywe nguMphathiswa ngokumayela noburhu- lumente nokuphathwa kwabo; (c) kukucebisa uMphathiswa ngokwenziwa kwemisebenzi yakhe ngoku- mayela— (i) nokwenziwa kwesigqibo ngemilinganiselo eyeyona iphantsi ema- yifikelelwe exelwe kwisiqendu 16; 10 15 (ii) nokunyanzelisa emayifikelelwe; ukugcinwa kwemilinganiselo eyeyona iphantsi 20 (d) kukuhlola ukuba ziphumelela kangakanani na ukusebenza izakhono, neenkqubo, ize icebise ngamanyathelo okwakha ubuchule bokusebeza; (e) kukuthi gqi nendlela yokubona izilumkiso kwangexesha zokungenziwa (f) kokufuneka eburhulumenteni; nokwenza ingxelo ebhaliweyo— (i) ubuncinane kanye kwikota nganye eya kuMphathiswa ngokwenziwa kwemisebenzi yeOfisi; (ii) ngokuyalelwa nguMphathiswa, yenze ingxelo ngenkqubela eyenziweyo ekuphandweni nasekuqoshelisweni ethe yaziswa phambi kwayo iOfisi. (5) Intloko nganye yeziko mayisebenzisane neOfisi ekwenzeni imisebenzi yayo ize iqinisekise ukuba abasebenzi kwiziko benza njalo. (6) Iinjongo zeOfisi kukuqinisekisa ukuba kwenziwa ngokwemilinganiselo eyeyona iphantsi emayifikelelwe ebekwe nguMphathiswa kwisiqendu 16, kucingelwa into yokuba amanqwanqwa karhulumente ngamanqwanqwa ahlukeneyo, kodwa axho- mekeke elinye kwelinye, nahlobeneyo,— (a) ngokukubek’ esweni ukwenziwa kokufunekayo ngamaziko ngemilinganiselo eyeyona iphantsi emayifikelelwe eburhulumenteni; (b) ngokungenisa ingxelo kuMphathiswa nakwintloko yeziko elichaphazelekayo; (c) ngokuyalela kuloo ngxelo, ukuba kuyimfuneko, amanyathelo ama- kathatyathwe yintloko yeziko ukuze kwenziwe ngokwemilinganiselo eyeyona iphantsi emayifikelelwe kuze kuncediswe iziko ekuthabatheni loo manyathelo; (d) ngokwenz’ ingxelo kuMphathiswa ubuncinane kanye ngonyaka okanye xa kuthe kwacelwa nguMphathiswa, kuyingxelo engokwenziwa kwemisebenzi yeOfisi, nangokuphumelela kwemilinganiselo eyeyona iphantsi emayi- fikelelwe, okanye ingxelo ngawo nawuphi na omnye umcimbi ohlobene nemisebenzi yeOfisi enokuthi icelwe nguMphathiswa; na ekukhuthazweni, nasekubekweni esweni nasekunyanzelisweni kwemilinganiselo eyeyona iphantsi emayifikelelwe. (e) nangokufeza efunekayo nayiphi indima enye (7) UMphathiswa makaxele amagunya eOfisi kunye namalungu ayo, kuquka nalawo ayimfuneko ukuze kufezeke iinjongo ekuthethwe ngazo kwisiqendwana (6). 25 30 35 40 45 50 22 No. 38374 Act No. 11 of 2014 GOVERNMENT GAZETTE, 22 December 2014 Public Administration Management Act, 2014 22 CHAPTER 9 GENERAL Regulations 18. (1) The Minister may make regulations regarding— (a) any matter required or permitted by this Act to be prescribed; (b) a framework for the establishment, promotion and maintenance of service 5 (c) centres to enhance service delivery of services to the public; and any matter necessary to prescribe for the proper implementation or adminis- tration of this Act. (2) The Minister must make regulations insofar as they apply to municipalities in consultation with the Minister responsible for local government, Minister responsible for Finance and organised local government. (3) (a) Different regulations may be made to suit the varying requirements of particular categories of institutions or of particular categories of employees. (b) When making regulations, the Minister must take into account the nature and functions of different institutions or categories of institutions, as envisaged in section 195(6) of the Constitution and any public comments contemplated in subsection (4). (4) The Minister must publish a proposed regulation for public comment for a period of not less than 30 days in the Gazette. Repeal and amendment of laws 10 15 20